Uyoshuwa 4:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

kuba oko uYehova uThixo wenu wenza ukuba atshe amanzi aseYordan phambi kwenu, nada nawela; waxelisa oko uYehova uThixo wenu wakwenzayo kuLwandle oluBomvu,* lona wenza ukuba lutshe phambi kwethu, sada sawela;

Uyoshuwa 4

Uyoshuwa 4:21-24