Uyoshuwa 3:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uYoshuwa, Niya kwazi ngale nto ukuba uThixo ophilileyo uphakathi kwenu, eya kuwagqogqa kuphele phambi kwenu amaKanan, namaHeti, namaHivi, namaPerizi, namaGirgashi, nama-Amori, namaYebhusi.

Uyoshuwa 3

Uyoshuwa 3:7-11