Uyoshuwa 3:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wavuka uYoshuwa kusasa ngengomso. Banduluka eShitim, bafika eYordan, yena noonyana bonke bamaSirayeli; balalisa khona bengekaweli.

Uyoshuwa 3

Uyoshuwa 3:1-7