Uyoshuwa 24:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Amathambo kaYosefu, ababenyuke nawo eYiputa oonyana bakaSirayeli, bawangcwabela kwaShekem, kwisiziba somhlaba awasithengayo uYakobi koonyana bakaHamore, usoShekem, ngekhulu lesilivere; saba lilifa loonyana bakaYosefu.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:30-33