Uyoshuwa 24:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYoshuwa kubo abantu, Aninakumkhonza uYehova; ngokuba nguThixo oyingcwele, nguThixo onekhwele; akayi kuzithwala izikreqo zenu, nezono zenu.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:16-29