Uyoshuwa 24:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndaninika ilizwe eningaxhamlekanga ngalo, nemizi eningayakhanga, nahlala ke kuyo; nezidiliya, nezinquma eningazityalanga niyazidla ke.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:10-21