Uyoshuwa 22:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ilizwi elo lalunga emehlweni oonyana bakaSirayeli. Oonyana bakaSirayeli bambonga uThixo, ababa sathetha ngokunyuka baye kubo ngobumpi, balitshabalalise ilizwe abahleli kulo oonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi.

Uyoshuwa 22

Uyoshuwa 22:32-34