Uyoshuwa 22:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Amazwi aba wathetháyo oonyana bakaRubhen, noonyana bakaGadi, noonyana bakaManase, waweva uPinehasi umbingeleli, nezikhulu zebandla, neentloko zamawaka akwaSirayeli ezazinaye, alunga emehlweni abo.

Uyoshuwa 22

Uyoshuwa 22:22-31