Uyoshuwa 22:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bafika emimandleni yaseYordan, esezweni lakwaKanan.Oonyana bakaRubhen, noonyana bakaGadi, nesiqingatha sesizwe sakwaManase bákha khona isibingelelo ngaseYordan, isibingelelo esikhulu, esibonakalayo.

Uyoshuwa 22

Uyoshuwa 22:1-20