Uyoshuwa 21:44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova wawaphumza ngeenxa zonke, njengako konke awabafungelayo ooyise; akwabakho mntu ezintshabeni zawo zonke umayo phambi kwawo. Zonke iintshaba zawo uYehova wazinikela esandleni sawo.

Uyoshuwa 21

Uyoshuwa 21:35-45