Uyoshuwa 21:41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iyonke imizi yabaLevi phakathi kwelifa loonyana bakaSirayeli yaba yimizi engamashumi mané anesibhozo, inamadlelo ayo.

Uyoshuwa 21

Uyoshuwa 21:32-45