Uyoshuwa 21:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Babanika umzi ka-Arbha, uyise ka-Anaki (ngowaseHebron ke lowo), ezintabeni zakwaYuda, namadlelo ayo ngeenxa zonke.

Uyoshuwa 21

Uyoshuwa 21:6-16