Uyoshuwa 2:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

kwathi, ukuvalwa kwesango, kwakuba mnyama, amadoda lawo aphuma; andazi ukuba ayé ngaphi na amadoda lawo; wasukeleni kamsinya, ngokuba nowafumana.

Uyoshuwa 2

Uyoshuwa 2:4-12