Uyoshuwa 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathumela ukumkani waseYeriko kuRahabhi, esithi, Wakhuphe amadoda afikileyo kuwe, angenileyo endlwini yakho; kuba aze kulihlola lonke ilizwe.

Uyoshuwa 2

Uyoshuwa 2:1-6