Uyoshuwa 2:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ahamba ke aya entabeni, ahlala khona iintsuku zantathu, bada babuya abo bawasukelayo; bafuna abo bawasukelayo endleleni yonke, abawafumana.

Uyoshuwa 2

Uyoshuwa 2:14-24