Uyoshuwa 2:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYoshuwa unyana kaNun wesusa amadoda amabini aziintlola, esithi ngasese, Hambani niye kulikhangela ilizwe neYeriko.Ahamba ke, aya endlwini yenkazana elihenyukazi, egama linguRahabhi, alala khona.

Uyoshuwa 2

Uyoshuwa 2:1-11