Uyoshuwa 19:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Laba sesabelweni soonyana bakaYuda ilifa loonyana bakaSimon; ngokuba isabelo soonyana bakaYuda sabagqitha. Oonyana bakaSimon babelwa ilifa phakathi kwelifa labo.

Uyoshuwa 19

Uyoshuwa 19:1-16