Uyoshuwa 19:47 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umda woonyana bakaDan wema ngayo. Benyuka ke oonyana bakaDan, baya kulwa neLeshem, bayithimba, bayibulala ngohlangothi lwekrele, bayihlutha, bema kuyo, bathi ukuyibiza iLeshem kukwaDan, ngegama likaDan uyise.

Uyoshuwa 19

Uyoshuwa 19:38-51