Uyoshuwa 19:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuya umda waya eRama, wesa emzini onqatyisiweyo oyiTire, wabuya umda waya eHosa; ukuma kwawo, waya wema ngolwandle, ngasesabelweni sika-Akezibhe;

Uyoshuwa 19

Uyoshuwa 19:21-30