Uyoshuwa 18:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba abaLevi àbanasabelo phakathi kwenu, kuba ilifa labo bububingeleli bukaYehova; ke uGadi noRubhen nesiqingatha sesizwe sikaManase basebelithabathile ilifa labo awabanika lona uMoses, umkhonzi kaYehova, phesheya kweYordan ngasempumalanga.

Uyoshuwa 18

Uyoshuwa 18:3-12