Uyoshuwa 18:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwavela iqashiso lesizwe soonyana bakaBhenjamin ngokwemizalwane yabo; umda weqashiso labo waphuma phakathi koonyana bakaYuda noonyana bakaYosefu.

Uyoshuwa 18

Uyoshuwa 18:7-19