Uyoshuwa 17:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umda kaManase wathabathela kwa-Ashere, waya eMikemetati ephambi kowakwaShekem; wahamba umda ngasekunene, waya kubemi base-En-tapuwa.

Uyoshuwa 17

Uyoshuwa 17:5-17