Uyoshuwa 17:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uTselofehade, unyana kaHefere, unyana kaGiliyadi, unyana kaMakire, unyana kaManase, ebengenanyana; ebeneentombi zodwa. Ngawo la amagama eentombi zakhe: uMala, noNoha, noHogela, noMilka, noTirtsa.

Uyoshuwa 17

Uyoshuwa 17:1-13