Uyoshuwa 16:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

umda wesuka eTapuwa waya entshonalanga, eMlanjaneni weeNgcongolo; nokuma kwawo waya wema ngolwandle. Lilo elo ilifa lesizwe soonyana bakaEfrayim ngokwemizalwane yabo;

Uyoshuwa 16

Uyoshuwa 16:1-10