Uyoshuwa 15:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenyuka umda waya eDebhiri, uvela entilini yeAkore, wabheka entla eGiligali, malunga nokunyuka kweAdumin ngasezantsi komlanjana; wegqitha apho waya emanzini ase-En-shemeshe, ukuma kwawo wema nge-En-rogele.

Uyoshuwa 15

Uyoshuwa 15:4-10