Uyoshuwa 15:54-57 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

54. neHumta, neKiriyati ka-Arbha (yiHebron ke leyo); neTsihore: imizi esithoba inemizana yayo.

55. IMahon, iKarmele, neZifi, neYuta,

56. neYizereli, neYokedam, neZanowa;

57. iKayin, iGibheha, neTimna: imizi elishumi inemizana yayo.

Uyoshuwa 15