52. IArabhi, neDuma, ne-Eshan,
53. neYanim, neBhete-tapuwa, neAfeka,
54. neHumta, neKiriyati ka-Arbha (yiHebron ke leyo); neTsihore: imizi esithoba inemizana yayo.
55. IMahon, iKarmele, neZifi, neYuta,
56. neYizereli, neYokedam, neZanowa;
57. iKayin, iGibheha, neTimna: imizi elishumi inemizana yayo.
58. IHalehule, iBhete-tsure, neGedore,