Uyoshuwa 14:14-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. Ngenxa yoko iHebron yaba lilifa likaKalebhi unyana kaYefune, umKenazi, unanamhla; ngenxa enokuba wazalisayo ukumlandela uYehova, uThixo kaSirayeli.

15. Igama laseHebron ngenxa engaphambili laliyi-Kiriyati ka-Arbha, umntu omkhulu phakathi kwama-Anaki ke. Lazola ilizwe akwabakho mfazwe.

Uyoshuwa 14