Uyoshuwa 14:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke ngoko ndinike ezo ntaba wathetha zona uYehova ngaloo mini; ngokuba weva wena ngaloo mini ukuba ama-Anaki akhona, imizi yawo mikhulu, inqatyisiwe. Mhlawumbi uYehova woba nam, ndiwagqogqe ke, njengoko watshoyo uYehova.

Uyoshuwa 14

Uyoshuwa 14:6-14