Uyoshuwa 14:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngawo ke la amafa abawabelwayo oonyana bakaSirayeli ezweni lakwaKanan, abawabelwa nguElazare umbingeleli, noYoshuwa unyana kaNun, neentloko zezindlu zooyise zezizwe zoonyana bakaSirayeli,

Uyoshuwa 14

Uyoshuwa 14:1-11