Uyoshuwa 12:18-22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

18. ngukumkani waseAfeki, emnye; ngukumkani waseLasharon, emnye;

19. ngukumkani waseMadon, emnye; ngukumkani waseHatsore, emnye;

20. ngukumkani waseShimron-merom, emnye; ngukumkani waseAkeshafi, emnye;

21. ngukumkani waseTahanaki, emnye; ngukumkani waseMegido, emnye;

22. ngukumkani waseKedeshe, emnye; ngukumkani waseYokeneham eKarmele, emnye;

Uyoshuwa 12