Uyoshuwa 12:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngabo ke aba ookumkani belizwe, ababulawáyo ngoonyana bakaSirayeli, balihlutha ilizwe labo phesheya kweYordan ngasempumalanga, bethabathela emlanjaneni oyiArnon, besa entabeni yeHermon, neArabha yonke ngasempumalanga:

Uyoshuwa 12

Uyoshuwa 12:1-4