Uyoshuwa 11:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Onke amaxhoba aloo mizi neenkomo bazithimbela oonyana bakaSirayeli; kodwa bababulala bonke abantu ngohlangothi lwekrele, bada babatshabalalisa, abasalisa namnye uphefumlayo.

Uyoshuwa 11

Uyoshuwa 11:7-15