Uyoshuwa 11:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ababulala bonke abantu abakuyo ngohlangothi lwekrele, ayitshabalalisa; akwasala namnye uphefumlayo; ayitshisa iHatsore ngomlilo.

Uyoshuwa 11

Uyoshuwa 11:3-18