Uyoshuwa 10:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bahlangana ke, benyuka ookumkani abo bama-Amori bobahlanu, ukumkani waseYerusalem, nokumkani waseHebron, nokumkani waseYarmuti, nokumkani waseLakishe, nokumkani wase-Eglon, bona nemikhosi yabo yonke, bayingqinga iGibheyon, balwa nayo.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:3-10