Uyoshuwa 10:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza wenyuka uHoram, ukumkani waseGezere, waya kuyinceda iLakishe. UYoshuwa wambulala yena nabantu bakhe, kwada akwasala namnye kuye usindileyo.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:25-38