Uyoshuwa 10:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akugqiba uYoshuwa noonyana bakaSirayeli ukuzibulala kakhulu kunene zada zagqitywa, zathi eziseleyo kuzo, zaya kungena emizini enqatyisiweyo.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:15-21