Uyoshuwa 10:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

boyika kunene, kuba ngumzi omkhulu iGibheyon, njengomnye wemizi yobukumkani, ngokuba inkulu kuneAyi, namadoda ayo onke angamagorha.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:1-3