Uyoshuwa 1:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UMoses umkhonzi wam ufile; suka ke ngoko, uyiwele iYordan le, wena naba bantu bonke, niye kwelo zwe ndibanika lona oonyana bakaSirayeli.

Uyoshuwa 1

Uyoshuwa 1:1-5