Uyoshuwa 1:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abafazi benu, nabantwana benu, nemfuyo yenu, yohlala kweli lizwe aninika lona uMoses nganeno kweYordan; niwele ke nina nixhobile phambi kwabazalwana benu, nonke nina magorha anobukroti, nibancede,

Uyoshuwa 1

Uyoshuwa 1:9-16