Uyona 4:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphuma ke uYona kuwo umzi, wahlala ngasempumalanga kuwo umzi, wazenzela khona umnquba; wahlala ngaphantsi kwawo emthunzini, ukuze ade abone ukuba kuya kuthekani na kuwo umzi.

Uyona 4

Uyona 4:1-8