Uyona 3:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lafika ilizwi elo kukumkani waseNineve; wesuka etroneni yakhe, wayisusa wayibeka phantsi ingubo yakhe ende, wazigubungela ngezirhwexayo, wahlala phantsi eluthuthwini.

Uyona 3

Uyona 3:1-9