Uyona 3:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UThixo wazibona izenzo zabo, ukuba babuyile ezindleleni zabo ezimbi; uThixo wazohlwaya ngenxa yobubi, abethé uya kubenza kubo; àkabenza.

Uyona 3

Uyona 3:7-10