Uyona 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba wawundiphosa enzulwini, embilinini yeelwandle,Umlambo waba ngeenxa zonke kum;Adlula phezu kwam onke amaza akho alwayo, namaza akho agugumayo.

Uyona 2

Uyona 2:1-10