Uyohane 9:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Batsho abazali bakhe, ngokuba babesoyika amaYuda; kuba amaYuda abeselenqophisene ngokuthi, Ukuba uthe umntu wamvuma ukuba nguKristu,* aze akhutshwe esikhungwini.

Uyohane 9

Uyohane 9:21-23