Uyohane 9:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula yena wathi, Umntu ekuthiwa nguYesu wenzé udaka, waqaba amehlo am, wathi kum, Yiya echibini leSilowa, uhlambe; ndiyile ke ndahlamba, ndabuya ndibona.

Uyohane 9

Uyohane 9:4-19