Uyohane 8:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathe ke bona bakuva, besohlwaywa naluvalo lwabo, baphuma ngabanye, beqalela kwabakhulu, kwada kwaba kwabokugqibela. Wasala yedwa uYesu, waye umfazi emi phakathi.

Uyohane 8

Uyohane 8:5-11