Uyohane 8:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke uYesu kuwo, Ukuba uThixo ebenguYihlo, ninge nindithanda; kuba mna ndaphuma kuThixo, ndifikile ke; kuba andizanga ngokwam, nguye owandithumayo.

Uyohane 8

Uyohane 8:33-47