Uyohane 8:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ngoko uYesu kuwo, Xa nithe namphakamisa uNyana woMntu, noqonda oko ukuba ndinguye, nokuba andenzi nto ngokwam; ndisuka ndizithethe ezi zinto njengoko wandifundisayo uBawo.

Uyohane 8

Uyohane 8:25-32