Uyohane 8:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke ngesifingo wabuya wafika etempileni; baye bonke abantu besiza kuye; wahlala phantsi, wabafundisa.

Uyohane 8

Uyohane 8:1-10